Ubizo
God is the way �
#41
Unedited xolweni😭
Zezika
Sihambe sade saya kufika besele kusebusuku kakhulu ukufuka kwethu.
Khange bangene nongena bandishiye e gate-ini kodwa bandilinda ndingene ndiphinde ndiyivale . Ndithe ndongena bayindlela.
Ndithe chu ukuya emnyango ndiqonda andiyazi ithini into because imoto yam ayikho ngaphandle meaning akakafiki or ke inoba ise garage but ayifane ifakwr garage kodwa asazi kuba eyakhe imoto ikum so mhlambi uyifakile kuba i space sikhona.
Ndifike emnyango ndawuvula nda layita izibane ndojonga kwi sliding door sase garage xandifika ayikho imoto yam.
Meaning akakabuyi lo tata.
Ndiqonda hay sana andiyazi kwenzekani serious kodwa ke ndicime isbane ndahamba ndongena e roomin.
Khange ndizihluphe nangobe ndikhulula ndizijule ebhedini ndalala.
Ndizokothuswa kukuva ukuba kukho abantu abathethayo apha endlini and bayaxabana .
Ndaphakama nge speed uyakujonga .
Ndifike u Bamanye ethetha no Sisi othile nabathe bakundibona becwaka.
Bamanye: Mama ufike nini njani?
Me: Hay njani undibuze lonto umntu ukhe abuzwe ufike nini kwakhe?
Bamanye: Hayi sthandwa sam ndiyaxolisa.
Me: Oh hayike Nkwali mandiyolala xa kanti nguwe lo. Nindivuse ebuthongweni ngengxolo i hope yonke into i right.
Sis: Molo Mrs Bamanye.
Me: Molo sisi wam
Sisi: Hay no sorry ngoku vusa besingayazi ukhona enye into ebethe u Bamanye awukho so ke siyaxolisa.
Me: No akho ngxaki sisi
(Ndiqonda ndivutha bhe ngumsindo because ndiyayazi le voice ,ngu Kwakhanya lo endizibuza yona uzofunani kwam. Bebencokola ngantoni sele ade ayazi losisi uba andikho).
Qha ndazixelela uba ndixaku*ithenga andizuthetha nix.
Ndibashiye apho uthe esazama uku*ichaza ukuba ungubani u girl ndaqonda andifuni noyiva .
Ndikhululr ufika kwam e roomini ndavula ungubo ndangena kodwa andalala .
After 10 minutes uye wazongena u Bamanye apha e roomini wafika wazohlala kwelicala ndilele ngakulo.
Bamanye: Baby
Me: Shamase
Bamanye: I know uqumbile apho ukhoyo but baby ibingezo njongo zam uba ndingafumaneki .
Bendinga hambi nge moto yam i charger ishiyeke kule ikuwe ithe yocima i phone yam andakwazi uthini and ke abantu ebendihamba nabo abasebenzisi iPhone charger.
U Kwakhanya yena ndidibene naye e garage wandilandela sade sazofika apha endlini . I gate khange ndiyivale kuba bendizazi ndizophinda ndiphume bendizothatha i charger kuba ndizohamba ndiyokulanda kokwenu wandilandela wangena apha endlini naye.
Ngo sixabanayo ndiyamxelela andimfuni apha and andinalo ixesha lothetha yonke lento ebeyizele imayelana nebandl. Akafunanga kuva uye wathethela phezulu kulapho sixabene khona because ndimxelele akanolinda kubethe o 12 ebsuku kube kuxa efuna uthetha ngeze cawa. And kwa ukudibana kwam naye e garage andiqondi kube yimpazamo ingathi ngumntu lo ebeyazi i movements zam . Kuba uzakuthi ebefunani yena pha ngobusuku .
And ukulandela kwakhe nge shori ulandele okomntu ingathi uxelelwe ukuba awukho andiyazi ke ebefuna u prove ntoni ngongena kwakhe apha.
Me: Baby xa ucinyelwe yi phone awukwazanga uboleka i phone okoba undi founele boba ufounele ku Nothile ke abona bantu uzaziyo i number zabo nge ntloko?
Bamanye: Khange ndiyicinge leyo kuba bendiyazi ukuba uzakundiva xandifika ndisiya kulanda.
Me: Bendine worry ndicinga inoba ikhona into ekwehleleyo Shaun . Bendilila kanti all along ucinyelwe yi phone and ulibele uba ubunoboleka uzame undifumana kwenzele ndibe at ease. But ke ayisena msebenzi .
Mna ndide ndifune ubuya ngeline themba loba ndizofika ukhona okanyr uzofika just after ndifikile because ndiyayazi ungumntu o busy chances zobuya ebusuku are there especially xa ubuye endaweni ekude but wena you didn't make means zoba undi alert. Awunolibala into ebaluleke kanjeya Shaun worse after i misunderstanding yethu yase mini bekumele uthe wobona ilanga liyatshona and wena usabambekile and i phone iyacima usende umqhafazo . Ukwenzele ndikwazi ukhawulelana nemeko sise sidibane apha endlini.
Bekufanele uba ngoku ndilele esifubeni but akwenzeki because kaloku wena ulibala izinto ezibalulekileyo.
Uyenze kuba uyazi into ozoyenza kucacisa ube uthethela ezantsi ngalr voice yakho kodwa uyandiqhela . Ungalibala indlela yo communicate nomntu wakho xa uyazi uzaku khangela?
Ndiyadikwa ngumntu othanda i shortcuts kuba ezazi uzocacisa . Ndiya understand wasikwa waphola umlomi unalo ilungelo lothetha but sundithethela umoya mna.
Bamanye: Maduma i understand ndi wrongo but suthi ndithetha u moya.
Me: Senditshilo uzawthini kengo?
Bamanye: Maduma.........!!
Me: Hay ungalinge undinyusele ilizwi Shaun sulinyusa ekubeni inguwe umntu o wrongo . Suzama nozama undi intimidate mna sgora samasimba .
Bamanye: Zintle siyathetha sundithuka ngongathi ndiyi ntanga yakho.
Me: Soze ube yiyo nanini because intanga zakho ngo Namisa wena umdala nje kodwa uyonqena ucinga . Ude uvule i gate ubuyivulelani xa ubungafuni angene and uyaxoka apha uzenza ngathi nixabaniswa kuba ekulandele xa ubumvulelelani ngoba ngewuvale i gate wangena wedwa wenze obuzoyenza uphinde uvale. Qha umntu omuncu ndim and ubundazi ndikhona the minute ungena dining room because i bag yam ndiyishiye estulweni soka ndini lamanyala .
Sundinyusela ilizwi mna because uzandiphambanisa tshi ufuna i respect kodwa uyandiqhela . Ngewawuthande intanga zakho zona zingazuthi xazithetha uthi kuzo anizontanga. And sundikhethela uba mandibe nomsindo onjani or ndithethe njani ngomsindo wam wena uyeva .
Tshi hay makangandiqheli kakubi mna u Bamanye abe ecacisa umoya apha ayivakali yonke le nonsense ayidwabayo
Uphakame e bhedini wakhulula wangena ezingubeni ndaqonda uyazinceda because ndakumthuka mna .
Ungene wabhekela akafuna usondela.
Ndikhulule i panty kemna ndasondela pha kuye ndamehlisa i bhigini le.
Bamanye: Undenzani Zintle
Me: Andizungavi kamandi mna ngenxayakho bendi plan uva kamandi akho wena or Kwakhanya wakho abazondrnza ndingavi kamandi tuu nanini uba une ngxaki yitsho ndisuke.
Bamanye: Andithi ndinengxaki qha andilindelanga uba ungafuna senze after lengxabano.
Me: Kuxabene thina not zona sithi abane ngxaki ngoku zona zingenaphi?
Azingeni ndawo kaloku into zontsontsa sithi abaxabeneyo not zona.
Siyenzile ke esiyenzileyo sijamelene sinjalo kodwa into endiyithandayo soy 2 sive kamandi sakugqiba salala kungekho uthe nca komnye akwabikhonto ethi sigqibotya kla plate intsontsisayo.
Big shout out to my newest top fans! Emii Hller Lii Ssar, Nobuntu Toto, Hlomendlini Soso, Athandwa Marawu, Thembsy Tee Ka Entle, Sethu Rottor, Nomswazi Pama Fumile Nomaswazi, Nomvuyo Gladys, Ingcwele Roto, Khuthala Langa, Siphesihle Mlungwana, Zuzeka Bokwe Zukie, Sdumza Myoks, Milisa Ramncwana, Tantaswa Memela Makalima, Bonolo Letlotlo, Nolubabalo Matwa, Mfakadolo Busa Imolathile, Ziphozihle Magatyeni, Nga Ne II, Zandile Vilakazi
Click here to claim your Sponsored Listing.