Intlungu yothando
Masakala A/A
Ubuphi nha tata ?
Kudala ndizama ndikhangelana nawe
Ubuphi na tata ?
Kudala abantu behlekisa ngekhaya lam besithi likhaya elinjan elingena tata
Ubuphi na tata ?
Nam mdiyabhuquza ndikhangelana nalempumelelo kodwa akhomntu undi support*ayo
Ubuphi na tata ?
Kudala ndikhangela indlela hophuma ebumnyamen nasengciphekwen umama kudala ezama ngandlela zonke zoba Nam ndifane nabanye abantwana
Ubuphi na tata
Bemdikhala zome ndisakhala nanamhlanje zizozomela zona kuba akekho ozondesula
Ndiyakhwaza kodwa akekho osabelayo
Writing by : I Sthembile
Mina kudlaliwe ngam💔
Ndazana nala pain yokuz nikela emntwini ongongo wakho😔💔
Ndazana nala pain yokuz betha izfuba ngomntu ongakthandi😔
Ndazana na pain yokuthi umbhalele ka fcbk aphendule emva kwe 6 hour's 💔🤞
La pain yoba wea uhlike emzimbeni uhleli ucabanga ngaye hai yena akeva noma kuzani💔😔
La pain yothi mubuka ama photo akhe kuvele kuzehlele inyembez😢
Ndazana ne pain yokuthi mucinga ngaye ingath ungawedwa kungabikhomntu ozok phazamisa 😔
Ngazana nentlungu yothi muhukuthi nixabene cha athi uya understand ak khumbuze amaphutha akho 😔
Kodwa athi uma ehlel nabangani bakhe athi uyakthanda💔🤞
Mina ngazana nala ntlungu yoba umfounele yea abambe i foun akpheli ne 1 min seke drophe i foun
Mina ngazana nentlungu yoba uthi umfounela i foun imbambwe ngowes fazane 😭💔
Kant uthando lufuna abanjani kanti uthando luyintoni nha💔
Click here to claim your Sponsored Listing.
Category
Telephone
Website
Address
Masakala
Durban