Isolwekhozi Cleaning and Protection Services
Isolwekhozi cleaning and protection services is the security and cleaning service provider for info
The harder they hit us the stronger we become....
Mandithathe elithuba ndibulele bonke abathi bafikelele kuthi ngendlela zokunxibelelwano nabo basenomdla...
Ndifuna nje ukuthi ndingu Mr Viwe Lwazi Lester Mashiyi awaziwa ngo Lester Mashiyi ndiyanithanda nonke kwaye ndicela nilungele ukufumana amathuba emisebenzi yethutyana eqala apha ngoJune ,ndinazise kwangethuba kuba ndifuna ningaphoswa ...
Ozithobileyo
V Mashiyi
When the is no one okholelwayo k*m God does ...
On be half of our managment team ,share holders,directors and starf ndiyanibulise ndinibulele ngentsebenziswano yenu e''Isolwekhozi'' ..
Ndiniphathele amathuba emisebenzi ,ndixolise kakhulu ndifuna otata ikakhulu ...
1,Sifuna 40 security guards
2,Ezinempepha ezisemthethweni (SOB)
3,Bakulungele ukuzishiya
izihlobo ithuba elingaka ngeveki
kuba i20 iya enorthern cape sine event eqala nge 29/04/2016 bahamba ngolwesine ngenqwelo ntaka...
Enye i20 izosebenza kwalapha ecape town..
Ningaqhakamshelana no Mr Petros Mukwena ku 0842346286 ngamaxesha omsebenzi..
Enkosi
Ozithobileyo
Mr VL Mashiyi (Director)
25/07/2015
I'm pround of these guys.
Click here to claim your Sponsored Listing.
Category
Contact the business
Telephone
Website
Address
25437Saphephe Asanda Village
Strand
7140